Yenzokuhle Busakwe Poems

Abortion

ARISE! ARISE! ARISE!
THOU SHALL NOT KILL
THOU SHALL NOT KILL THUS SAYS THE LORD
I AM HEARING CRIES OF MY FELLOWS ASKING... more »

Kanti Uthando Luyintoni?

Ndiluvile uninzi lukhala lukhalaza luxhelekile luzizibuza luziphendula kodwa nkqi ufumana impendulo.
Bambi basele nentliziyo zidlakadlaka zidlakaziwe zixhatshaziwe zixhelekile zinemigqobho zingenatywineka.
Owu! madoda bambi bathabatha imiphefumlo yabo, bambi balala imiqamelo imanzi bekhala izijwili, bambi bathi andinabasele kwazi uthanda kwakhona.
Thando ingaba ngenene uyilento kuthiwa uyiyo na?... more »

Yenzokuhle Busakwe Quotes

Comments about Yenzokuhle Busakwe

There is no comment submitted by members.